AFRIKMP3.COM

Africa Mp3 Download

AMANDA ft NATHI Intonga Yam

AMANDA ft NATHI Intonga Yam

By visiting our site, you have consented to our terms and conditions and Privacy Policy. In the event that you face any issue with respect to downloading mistake, or any error, DMCA Report OR need to ask for your most loved music, Then Kindly get in touch with us by filling the Contact Us Form. To start this download you need to click on [Download] Button. Remember that by downloading the [Mp3] you accept our terms and conditions.

Download

Ndiyazile soze ndihambe ndendwa kulendlela Mna ndinawe Iinzingo, iintsizi, neentsunguzi Ndidlulile kuzo Masambe ke, ndibambe ke Ungandiyek’, inde le ndlela Masambe ke, ndibambe ke Ndiqinis’ ungandyeki Intonga yakho, ngumsimelelo wam Intonga yakho iyandithuthuzela Uzondikhokhel’ emadlelwen’ aluhlaza Ngoba nam ndiyafuna Undikhaphe ezindleleni zobulungisa Ngenxa yegama lakho Zukhanyise zonk’ indlela zam Zudedise bonk’ ubumnyama Isibane senyawo zam Sikhanyis’ ubusuku nemini Ngue lo, nguwe lo Intonga yam, ungumsimelelo wam Imini nobusuku iyandithutzela Intonga yakho ngumsimelelo wam Umsimelelo wam Intonga yakho iyandithuthuzela Ndithe ndakuphelelwa ngamandla Ndavele ndazilahlela kuwe Bathi ndakuphelelwa lithemba Izaba nguwe ithmva lam Nasemfuleni wethunzi lokufa Andiyi kwesaba bubi Ngob’ unami ngamaxesha onke Nguwe oyintonga yam Wen’ uyintonga yam Ndihamba nayo nasemlilweni ovuthayo Nditsho nasemadwaleni Naphakathi kweentshaba zam Ndiwela ngayo imilambokaz’ emikhulu Nditsho lentonga iyandikhusela Ingumthuthuzeli wam Nditsho lentonga ilithemba lami

Updated: March 17, 2020 — 11:38 pm

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

AFRIKMP3 © 2020 - Mp3 Music Download. flexyjam, fakaza, howwe, naijaloaded, tooxlcusive, waploaded, mp3afric, naijmp3