AFRIKMP3.COM

Africa Mp3 Download

Nathi – Imibuzo

Nathi – Imibuzo

By visiting our site, you have consented to our terms and conditions and Privacy Policy. In the event that you face any issue with respect to downloading mistake, or any error, DMCA Report OR need to ask for your most loved music, Then Kindly get in touch with us by filling the Contact Us Form. To start this download you need to click on [Download] Button. Remember that by downloading the [Mp3] you accept our terms and conditions.

Download

Uyenza buhlungu intliziyo yamUndenza ndizi buze imibuzoNgelinye ixesha s’thandwa samKuba ngathi aluboni uthando lwam Ngelinye ixesha s’thandwa samNdibangazama awuboni umzamo wam
Kodwa xa ndingekho phambi kwakho uyayazi kubanjani nahKuba xa ungekho phambi kwam ndiyayazi kunjani kum
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizi buze imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
Usakhumbula uba kukho izithembiso
Esazenzayo phambi komfundisi nabantu
Kuba wawuthe uzakuba nam noba kunjani ebuhleni nasebubini
Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunuhamba ufunu thathi zinto zakho ugodukeNdiyamangala xa izabanguwe lo ufunu goduka ngenxa yokuba ndingena mali
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizi buze imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yamUndenza ndingalali ebusuku
Yeyani yeyani le mibuzo ndinayo ngawee
Yeyani yeyani na kutheni ndizi buza lemibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizi buze imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku

Updated: February 24, 2020 — 11:50 am

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

AFRIKMP3 © 2020 - Mp3 Music Download. flexyjam, fakaza, howwe, naijaloaded, tooxlcusive, waploaded, mp3afric, naijmp3