AFRIKMP3.COM

Africa Mp3 Download

The Soil ft Khuli Chana – Susan

The Soil ft Khuli Chana – Susan

By visiting our site, you have consented to our terms and conditions and Privacy Policy. In the event that you face any issue with respect to downloading mistake, or any error, DMCA Report OR need to ask for your most loved music, Then Kindly get in touch with us by filling the Contact Us Form. To start this download you need to click on [Download] Button. Remember that by downloading the [Mp3] you accept our terms and conditions.

Download

Hello Family!
We will do this one time and one time only!
We would like to take you back to a place where you’ve never been
But you know what?
You will feel like you’ve been there!
Susan, Susan
I miss you baby, come home!

Susan…
Zundi khumbuleee…
Susan…
Zundi khumbuleee…

[NTSIKA FANA NGXANGA:]
Imil’ ingqondo ayisa kwazi noku sebenza (ikhumbul’u Susan wam)
Ebusuku nobu Thongo buya ndiphelela (buya ndiphelela)
Uthando lwakho nyani mna ndinalo
Intombi yakwaValo,
Uyazi ndincom’ ubuhle bakho njalo-njalo
Njalo-o ndixak’ uba, uvel’ uske ube rongo
Ufuna sihlale all-night longo…

Susan…
Zundi khumbuleee…
Susan…
Zundi khumbuleee

[BUHLEBENDALO MDA:]
Thula ndivile!
Ndiya vuma kudala ndimkile!
Thula ndivile!
Kudala ne minyak’ iphelile!
Thula ndivile!
Ndiyavuma kudala ndimkile
Thula ndivile!
Ndibuyel’ ekhaya, Ndibuyel’ ekhayaaa…

[LUPHINDO ‘MASTER P’ NGXANGA:]
Ndithetha nawe Susan
Ndithetha nawe Susan
Ndithetha nawe Susan
Ndi… thetha naweee…

[KHULI CHANA:]
Suzzy ngoan’a batho
I met her in Thohoyandou,
Via mpintsh’yaka Orlando
Then we madeup in Mmabatho
Live happily ever after
Tshaba maaka a batho
Di tsala tsame dia ntshega
Olathla joang ngoana?
Are you so fool… eish?
Oa Pala ngoanyana, ohana ho pala monoana
Are: ke na le Kattar, Ne kopa o nthuse hle!
Oa Pala ngoanyana, ho palama Kara
A bula ke didimala ka mosetsana Susan
(Ka mosetsana Susan)

Susan…
Zundi khumbuleee…
Susan…
Zundi khumbuleee

Ndithe ndimjongile!
Ndabona yona intokaz’ ez’ thobile (uSusan)
Ebe ndimbonile, etshona yen’ ezantsi ezifihlile

Waye fun’ unga bonw’ uSusan (uSusan)
Okokuba yen’ uphil’ enga bonw’ uSusan (uSusan)
Yintoni ingxaki khaw’thethe Susan
Ndifuna Lovey khaw’buye Susan

Susan…
Zundi khumbuleee…
Susan…
Zundi khumbuleee

Susan…
Zundi khumbuleee…
Susan…
Zundi khumbuleee
Zundi khumbuleee

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

AFRIKMP3 © 2020 - Mp3 Music Download. flexyjam, fakaza, howwe, naijaloaded, tooxlcusive, waploaded, mp3afric, naijmp3