AFRIKMP3.COM

Africa Mp3 Download

The Soil – Iinkomo

The Soil – Iinkomo

By visiting our site, you have consented to our terms and conditions and Privacy Policy. In the event that you face any issue with respect to downloading mistake, or any error, DMCA Report OR need to ask for your most loved music, Then Kindly get in touch with us by filling the Contact Us Form. To start this download you need to click on [Download] Button. Remember that by downloading the [Mp3] you accept our terms and conditions.

Download

Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati ndathi yonk’int’irighti
Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata’khe akandifuniNdisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlangeni ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase Rhawutini ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe elothutyana ndivumele ndithethe nawe ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb’isandlasam s’thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho bahlale phantsi bobabini baxoxisaneSamza ndiyoyika (hayi ayikho int’enjalo) ndoyika umama no tata (hayiko int’enjalo) umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola Ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajolaHayi andikaze mna ndiyibone intombazane entle nje ngawe please ntombazane uzundimamele nditheth’inyan’ sthandwa undi charmile ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile please ntombazane uzundimamele ndithet’inyani sthandwa ndikuthandileTata’khe akandifuni akandifuni tata’khe akandifuni…

Updated: March 17, 2020 — 8:55 am

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

AFRIKMP3 © 2020 - Mp3 Music Download. flexyjam, fakaza, howwe, naijaloaded, tooxlcusive, waploaded, mp3afric, naijmp3