AFRIKMP3.COM

Africa Mp3 Download

Vusi Nova – Ndikuthandile

Vusi Nova – Ndikuthandile

By visiting our site, you have consented to our terms and conditions and Privacy Policy. In the event that you face any issue with respect to downloading mistake, or any error, DMCA Report OR need to ask for your most loved music, Then Kindly get in touch with us by filling the Contact Us Form. To start this download you need to click on [Download] Button. Remember that by downloading the [Mp3] you accept our terms and conditions.

Download

Thatha, nants’intliziyo yam
Thatha nal’uthando lolwakho
Thatha nants’intliziyo yam
Zuyiphathe njengeqanda
Sthandwa andenzi ngabom
Ndiyaz’thandela apha kuwe
Heeybo andenzi ngabom yooh
Ndicel’Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh’uthando endinalo
Soze luphele x2Indlela ondithanda ngayo
Kukhw’indlela ondibamba ngayo
Baby indlela ondijonga ngayo
Baby iyandigqiba yeahSthandwa andenzi ngabom yeah
Andiphathwa nazintloni
Xa ndifun’ukbamba, ndifun’ukuk’thanda
Ngaske lingatshoniNdikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh’uthando endinalo
Soze lupheleUthath’umphemfumlo wam
Thulisile, ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe x2Ndikuthandile (ndikuthandile) sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh’uthando (nditsh’uthando) endinalo
Soze luphele x2

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

AFRIKMP3 © 2020 - Mp3 Music Download. flexyjam, fakaza, howwe, naijaloaded, tooxlcusive, waploaded, mp3afric, naijmp3