AFRIKMP3.COM

Africa Mp3 Download

Vusi Nova – Thandiwe

Vusi Nova – Thandiwe

By visiting our site, you have consented to our terms and conditions and Privacy Policy. In the event that you face any issue with respect to downloading mistake, or any error, DMCA Report OR need to ask for your most loved music, Then Kindly get in touch with us by filling the Contact Us Form. To start this download you need to click on [Download] Button. Remember that by downloading the [Mp3] you accept our terms and conditions.

Download

Thandiwe (x3)

Kwasekuqaleni
Wawumgu Thandiwe wam
Ndingafuni nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
Izinto zajika. Bekutheni na?
Ndisele neengcinga…

[Chorus]
Ndicinga ngaw’ ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath’ kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)

Ngoluthando
Nd’cela sihlale sibonisane
Singayek’ umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew’ emhlaben kunzima
Andfun ukphila ngaphandle kwakho
Thandiwe

[Bridge]
Thandiwe (Thandiwe) (x4)
(Thandiwe mntakwethu)
Thandiwe wam
(Kushiyeke iingcinga)

[Chorus]

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

AFRIKMP3 © 2020 - Mp3 Music Download. flexyjam, fakaza, howwe, naijaloaded, tooxlcusive, waploaded, mp3afric, naijmp3